NEWSREVIEW-Faith and Freedom: Should the State Regulate Religion? episode artwork

EPISODE · Oct 13, 2025 · 47 MIN

NEWSREVIEW-Faith and Freedom: Should the State Regulate Religion?

from trufm Current Affairs · host SABC News

 Ngonyaka ka 2015/2016, ikomishoni ejongene neenkolo neelwimi i Cultural, Religious, and Linguistic Rights Commission, yenza uphando ngokwenza inzuzo okanye ushishino  ngenkolo kwakunye nokuxhatshazwa kwenkolo abantu abakholelwa kuyo. Oluphando lwaveza izehlo ezahlukileyo eziquka ezo zokusetyenziswa kwezibulali zinambuzane ebantwini kusithiwa bayancedwa. Kwaye kwavela nezityholo zokuxhatshazwa ngokwesondo kwamantombazanana amancinci zinkokeli zakwalizwi. Okwafunyaniswa koluphando kwathiwa thaca phambi kwekomiti yasePalamente ejongene nolawulo ngentsebenziswano kwakunye nemicimbi yezemveli. Kwaye kwamiselwa ikomiti kaSection 22, nezakujonga indlela iinkonzo ezizakusebenza ngayo phakathi kwezinye izinto. Ezinye iinkonzo azihambisani noko kuzakwenziwa yilekomiti imiselweyo kaSection 22. UAyabonga Kekana ubambe udliwano ndlebe nophuma kwi-South African Church Defenders njengomququzeleli eNtshona Koloni, uApostle Siniko Nxesi. Sizakuba naye nosekela sihlalo wale komiti yeCRL uPrince George Mahlangu. 

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Oct 13, 2025

Embed this episode

NOW PLAYING

NEWSREVIEW-Faith and Freedom: Should the State Regulate Religion?

0:00 47:09

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 47 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on October 13, 2025.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!