EPISODE · Jul 12, 2026 · 53 MIN
NEWSREVIEW| Presidents Cyril Ramaphosa grants the Madlanga Commission an extension.
from trufm Current Affairs · host SABC News
Umongameli uCyril Ramphosa uphinde walangeza ixesha lokusebenza kwekomishoni ephanda izityholo zongenelelo lomkhambathi woonqevu kunye nefuthe lezopolitiko kwinkqubo yezobulungisa kunye naleyo yolulwa ulwaphulo-mthetho. Ikomishoni kaMadlanga bekulindeleke ukuba ifake ingxelo yayo yokugqibela ngenyanga ka-August walo nyaka, kodwa ngoku umongameli uthe le ngxelo mayifakwe ngenyanga ka-November. U-Ayabonga Kekana uye wancokola nengcali kulawulo lwenkonzo yesipolisa u-Zimisele Nxafani...
Embed this episode
NOW PLAYING
NEWSREVIEW| Presidents Cyril Ramaphosa grants the Madlanga Commission an extension.
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.