EPISODE · Apr 2, 2025 · 5 MIN
Omotoso aquitted of all charges
from trufm Current Affairs · host SABC News
Emva kweminyaka esibhozo kuxoxwa elityala, inkundla ephakamileyo yaseGqeberha namhlanje imfumanise engenatyala kuzo zonke izityholo umfundisi Timothy Omotoso, kunye nababini atyholwa nabo. UOmotoso kunye noLusanda Sulani noZukiswa Sitho, babejongene namatyala angamashumi amathathu anesibini aquka ukudlwengula, ukuxhaphaza ngokwesondo, kunye nokurhweba ngabantu,ukuva ukuba ikundla iqhube njani, emnxebeni sinayo intatheli yeli jelo uLerato Fekisi...
Embed this episode
NOW PLAYING
Omotoso aquitted of all charges
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.