EPISODE · Oct 28, 2025 · 10 MIN
SAHPRA officially registered Lenacapavir, a long-acting injectable medicine for HIV
from trufm Current Affairs · host SABC News
UMzantsi Afrika kungekudala uzakubanechiza elisisitofu sokuthintela ulosuleleko lwentsholongwane i-HIV. Oku kulandela ukubhaliswa nokupasiswa kwesi sitofu iLenacapavir ngokusesikweni, ngukhala olawula usetyenziso lwamachiza kweli, iSouth African Health Products Regulatory Authority. Esi sitofu ixesha elide besisetyenziswa eMelika kuphela, kwaye sixabisa imali eninzi kakhulu ukuba ilizwe lingasithenga. Eli linge libonwa njengelibaluleke kakhulu ukulwa ulosuleleko lwentsholongwane i-HIV. u Ayabonga Kekana wenze udliwano ndlebe no Foster Mohale wesebe lezempilo ngoku...
Embed this episode
NOW PLAYING
SAHPRA officially registered Lenacapavir, a long-acting injectable medicine for HIV
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.