EPISODE · Aug 28, 2025 · 8 MIN
SARS to come down on non tax paying influencers
from trufm Current Affairs · host SABC News
Abenkonzo yerhafu yoMzantsi Afrika (SARS), bamemelela ukuba balungise imicimbi yabo yerhafu bonke abo bazibiza okanye baziwa njengoOsaziwayo kumaqonga onxibelelwano (influencers), nanjengoko u SARS ephengulula ingeniso eyenziwa ngobuchwepheshe be online, nethi ingachazwa kule nkonzo. U SARS ukwiphulo lokuqokelela imali engange R513 billion kwirhafu engahlawulwanga, kwaye uzimisele ukufika kumda owamiselwa ngumphathiswa wezimali wokuqokelela ngapha kweebhiliyoni eziliwaka namakhulu asibhozo eerandi, kunyaka mali u 2024/25. Uninzi lwezi influencers azinalwazi lokuba kumele zihlawule irhafu ngomsebenzi eziwenza online, kwaye zikhangeleka zisadinga ukufundiswa. Ayabonga Kekana uncokola noyigcali kwezoqoqosho ugqirha Asanda Fotoyi.
Embed this episode
NOW PLAYING
SARS to come down on non tax paying influencers
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.