EPISODE · Dec 19, 2024 · 3 MIN
SCAM
from trufm Current Affairs · host SABC News
Iziko i-Business Against Crime South Africa (BACSA) libongoza uluntu ukuba luqaphele ubuqhophololo obuthe tshitshilili kumaqonga onxibelelwano, apho izikrelemnqa zisebenzisa amagama eenkampani ezaziwayo kunye nabaphathi bazo, zithembisa abantu "imali yasimahla" okanye izabelo zemali eninzi (ezibizwa ngokuba yidividendi) ukuba bathenga izabelo. UAyabonga Kekana ube nodliwano ndlebe nophuma kwi BACSA uNil Flaatten.
Embed this episode
NOW PLAYING
SCAM
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.