EPISODE · Aug 6, 2025 · 8 MIN
Schoolgirl takes own life following EC floods trauma
from trufm Current Affairs · host SABC News
Intlekele yezikhukhula eyachaphazela imimandla eyohlukileyo eMpuma Koloni kuquka naseMthatha, isaqhubeka ubalinxeba elinzulu kwabo bathi bachaphazeleka. Kukho neengxelo zokuba kukho intwazana ethathe ubomi bayo ngenxa yokungakwazi ukumelana nentlungu yokubhujelwa ngunina nomnakwayo kwezizikhukhula. Bangapha kwekhulu abantu abathe basweleka, ngexesha iintsapho ezinintsi ziphulukene namakhaya kulandela ezizikhukhula, kwaye urhulumente uyaqhubeka ukuncedisana nezintsapho noba kufunyanwe umhlaba apho kungakhiwa khona. Ukuva banzi ngenxaso neenkonzo ezisanikezelwa kwezintsapho, sinaye emnxebeni uKhuselwa Rantjie osisithethi sephondo iMpuma Koloni....
Embed this episode
NOW PLAYING
Schoolgirl takes own life following EC floods trauma
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.