Shocking reports of a number of young girls who gave birth in state facilities between April and July this year. episode artwork

EPISODE · Sep 4, 2025 · 8 MIN

Shocking reports of a number of young girls who gave birth in state facilities between April and July this year.

from trufm Current Affairs · host SABC News

Iingxelo zibonisa ukuba liyothusa inani lamantombazana aselula aphakathi kweminyaka elishumi (10) neshumi elinesine (14) ubudala, naye akhulelwe kwimimandla eyahlukileyo yephondo leMpuma Koloni. Ngokwengxelo ephuma kwisebe lezempilo ephondweni, phakathi kwenyanga kaTshazimpuzi neyeKhala kulonyaka, bangaphezulu kwekhulu abantwana abaphakathi kweminyaka elishumi neshumi elinesine ubudala abathe babelekela kwizibhedlele zikarhulumnente. I-OR Tambo, iNelson Mandela Bay kwakunye neBuffalo City, zezona ndawo zinamanani aphezulu. Urhulumente wephondo ubongoza uluntu ukuba luze ngaphambili luchaze iziganeko zokukhulelwa kwabantwana abaselula. UAyabonga Kekana ubenodliwano ndlebe nesithethi sesebe lezophuhliso loluntu ephondweni, uMphumzi Zuzile.

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Sep 4, 2025

Embed this episode

NOW PLAYING

Shocking reports of a number of young girls who gave birth in state facilities between April and July this year.

0:00 8:09

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 8 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on September 4, 2025.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!