SIDL' IMBADU NO QHAWE MAZALENI NONGU-MISS SOUTH AFRICA episode artwork

EPISODE · Nov 3, 2025 · 14 MIN

SIDL' IMBADU NO QHAWE MAZALENI NONGU-MISS SOUTH AFRICA

from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM

UQhawe Mazaleni uneminyaka eyi24, ngowase Gonubie eMonti kodwa ngoku useRhawutini. Wenze izifundo kwiSpeech, Language and Hearing Therapy ezenza kwiYunivesithi yaseStellenbosch. Okwangoku wenza iMaster of Arts kwiSpeech-Language Pathology eYunivesithi yasePitoli, ejolise kuphando lwe-Autism. Iilwimi azithethayo kakuhle uQhawe sisiXhosa, isiNgesi nesiBhulu, kwaye ngoku ufunda isiSepedi nesiZulu. UQhawe waqala ukuthatha inxaxheba kukhuphiswano lobuhle esengumfundi eBeaconhurst High School eMonti, apho waphumelela khona njengoFirst Princess.  Ngomgqibelo umhla we-25 October 2025 uchazwe njengoMiss SA 2025.

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Nov 3, 2025

Embed this episode

NOW PLAYING

SIDL' IMBADU NO QHAWE MAZALENI NONGU-MISS SOUTH AFRICA

0:00 14:07

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni?

This episode is 14 minutes long.

When was this iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni episode published?

This episode was published on November 3, 2025.

Can I download this iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!