EPISODE · Aug 15, 2025 · 11 MIN
The ANC could be in for a major provincial shake-up in 2029. Researchers say the party could lose more provinces in the next general election and only retain Limpopo and the Eastern Cape
from trufm Current Affairs · host SABC News
Uphando olwenziwe liziko lophando iMapungubwe Institute for Strategic Reflection, lubonisa ukuba emva konyulo luka-2029, i-ANC ingashiyeka nolawulo lwamaphondo amabini kuphela. Olu phando lubonisa ukuba i-ANC ingashiyeka ilawula amaphondo iLimpopo kunye neMpuma Kokoni, iphulukana nolawulo kumaphondo aliqela nelawula kuyo ngoku ngobambiswano. Kunyulo lonyaka odlulileyo lo mbutho waphulukana nolawulo lwesininzi kumaphondo iMpumalanga, i-Gauteng, iNorthern Cape, nalapho kuye kwanyanzeleka ukuba isebenzisane neminye imibutho ukuba ihlale kulawulo. Ayabonga Kekana uncokola nomhlalutyi wezopolitiko uHlumelo Xaba…
Embed this episode
Ready to play
The ANC could be in for a major provincial shake-up in 2029. Researchers say the party could lose more provinces in the next general election and only retain Limpopo and the Eastern Cape
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.