The annual review of South Africa's Constitution episode artwork

EPISODE · Apr 30, 2026 · 15 MIN

The annual review of South Africa's Constitution

from trufm Current Affairs · host SABC News

Minyaka le, uMzantsi Afrika uye uqhube inkqubo yophononongo okanye uhlaziyo lomgaqo-siseko. Lo msebenzi wenziwa yikomiti ethwaliswe uxanduva yiPalamente ukuba iqhube iinkqubo zokuphulaphula kuluntu izinto abafuna ziqiniswe okanye zitshintshwe kumgaqo-siseko weli. Ezi nkqubo zikwanika ithuba abantu ukuba bafake iziphakamiso zoko zafuna kulungiswe kumgaqo-siseko weli. Kwiminyaka edlulileyo sibone iziphakamiso ezimemelela ukubuyiswa kwesigwebo sentambo, ukuba uluntu luvotele umongameli ngokwalo, bangavoteli imibutho, nokuhlenga-hlengiswa kwesolotya u-Section 25 olawula ulawulo lwezakhiwo nomhlaba. On the line we are now joined by Professor Paul Mudau from the School of Law, under the department of Public, Constitutional and International at UNISA…

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Apr 30, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

The annual review of South Africa's Constitution

0:00 15:34

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 15 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on April 30, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!