EPISODE · Jul 22, 2022 · 10 MIN
Traditional Activist, Loyiso Nqevu
from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM
Kuyaphawuleka ukuba zininzi izinto ezatshintshayo kwindlela ekwenziwa ngayo amasiko akwaNtu. Enye yezizathu zolutshintsho, kungenxa yokuhamba kwamaxesha, kwaneedolophu esihlala kuzo ngoku. Umzekelo, kule mihla, umcimci owenziwayo ubonakala ungaphelelanga okanye ungenasidima xa ingekho ibhranti. Kude kuthiwe ibhotile enembambo yebhranti. Kanti ke kudala sasingenayo ibhranti, umntu omnyama engayazi nokuba yinto leyo, kodwa isiko lona liqhube ngempumelelo. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni itsha-ntliziyo kwimiba yamasiko nezithethe, uTat’uNqevu…
Embed this episode
NOW PLAYING
Traditional Activist, Loyiso Nqevu
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.