EPISODE · Jul 8, 2026 · 9 MIN
TRUNEWS @6 - AB Xuma municipality workers slammed with a court interdict following protests
from trufm Current Affairs · host SABC News
Abasebenzi boMasipala wommandla i-Dr AB Xuma, eMpuma Koloni, banikwe isithintelo senkundla, kunye neeleta zokunqunyaniswa kwabo emsebenzini. Oku kulandela imigushuzo abebeyibamba ngenxa yokungoneliseki yintsebenziswano phakathi kwabo nomasipala, emva kokuba befake izikhalazo ngokungaxoli yimiba ethile edibene nemali. Ngokwengxelo, kuvakala ukuba lo masipala akayihlawulanga imali ekufanele ukuba uyayihlawula yabasebenzi kwingxowamali yomhlalaphantsi, i-Medical Aid kunye neUIF. Ukuva banzi ngalo mba, emnxebeni uAmanda Xhala ukrwece usihlalo we-SAMWU ephondweni, uLonwabo Delihlazo...
Embed this episode
NOW PLAYING
TRUNEWS @6 - AB Xuma municipality workers slammed with a court interdict following protests
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.