EPISODE · Apr 29, 2026 · 9 MIN
TRUNEWS @6 - Old Mutual Corporate says two-pot system has improved retirement fund preservation rate
from trufm Current Affairs · host SABC News
Inkampani ye-insurance kweli, i-Old Mutual Corporate, ithi iinkcukacha zayo ezintsha zibonisa ifuthe elihle lokongiwa kwemali yomhlala-phantsi susela oko kwathi kwamiliselwa inkqubo ye-Two-pot. Ithi iqondo lokongiwa kwemali yomhlalaphantsi ngoku limi kumyinge we 33%, kuba abemi boMzantsi Afrika ngoku bayayigcina imali yabo yomhlalaphantsi, khon' ukuze iqhubeke ikhula, endaweni yokuba bayikhuphe yonke xa betshintsha umsebenzi. Kuvakala ukuba uninzi lwabantu basayikhuphe kwakanye imali yabo ye-Two-Pot, lo gama iliqedlana nje elimane libuyelela. To hear more about this and what it means, on the line Amanda is joined by Chief Customer Officer at Old Mutual, Michelle Acton...
Embed this episode
NOW PLAYING
TRUNEWS @6 - Old Mutual Corporate says two-pot system has improved retirement fund preservation rate
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.