TRUNEWS @6 -Ruta Sechaba Foundation as it marks its 10th year anniversary episode artwork

EPISODE · Jun 23, 2026 · 4 MIN

TRUNEWS @6 -Ruta Sechaba Foundation as it marks its 10th year anniversary

from trufm Current Affairs · host SABC News

Ixesha elininzi iingxoxo ezigxile kwimfundo eMzantsi Afrika zigxila kakhulu ekubeni uluntu lufikelele kwimfundo ephakamileyo. Kodwa nangona kunjalo abanye abafundi abaphumelele emagqabini kwibanga leshumi baye badibane nemingeni kwiindawo abafunda kuzo, nalapho iziphumo ezihle kungesosixhobo sokuvuselela ukuzithemba. Abanye abafundi abase Yunivesithi bathi ubunzima abadibana nabo buquka ukuphila phantsi koxinezelelo, ukuzimela kwakunye nokungaqiniseki ukuba uzakufikelela njani empumelelweni. Noxa kunjalo, iziko iRuta Sechaba Foundation, lincedisana nabafundi ukuze bafikelele kwinqanaba lempumelelo. Eliziko kulo nyaka ligqiba iminyaka elishumi liqhuba namaphulo okunceda abafundi. Ukusabela banzi ngomsebenzi walo, nokujonga ukuba ngabafundi abanjani elithi lincedisane nabo, emnxebeni uAmanda Xhala uthethe noligosa eliphezulu elijongene nezicwangciso zonxibelelwano kweliziko nase Curro, uNatasha Mkhize....

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Jun 23, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

TRUNEWS @6 -Ruta Sechaba Foundation as it marks its 10th year anniversary

0:00 4:38

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 4 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on June 23, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!