TRUNEWS @6 SOBUKWE episode artwork

EPISODE · Feb 27, 2025 · 2 MIN

TRUNEWS @6 SOBUKWE

from trufm Current Affairs · host SABC News

Nanjengoko sele iyiminyaka engamashumi amane anesixhenxe walishiyayo eli uRobert Sobukwe, iDyunivesiti iNelson Mandela ihlabe ikhwelo lokuba iinkokheli zilandele ekhondweni lakhe, kwaye zibe lilizwi lenyaniso kwabo bahlelelekileyo, noninzi lwabo ingabantu abanyama. Unjingalwazi Simphiwe Sesanti uyibalule indima enkulu eyadlalwa nguSobukwe ekunikeni iPan Africanism ithuba, nto leyo eyavumela iinkokheli ezimnyama ukuba zikwazi ukuvakalisa ukuchasa kwazo urhulumente wocalucalulo.  UNjingalwazi Sesanti ukutsho oku kwintetho yakhe kule Dyunivesiti, nesihloko sayo sithi " Re-imagining the legacy of Robert Sobukwe". UNtombozuko Balintulo ebelapho, waza wasiqulunqela le ngxelo...

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Feb 27, 2025

Embed this episode

NOW PLAYING

TRUNEWS @6 SOBUKWE

0:00 2:11

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 2 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on February 27, 2025.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!