EPISODE · May 13, 2026 · 9 MIN
TRUNEWS @6 - State of South Africa's road and infrastructure to withstand changing weather conditions/climate change
from trufm Current Affairs · host SABC News
Iindlela neziseko ezingundoqo zaseMzantsi Afrika ziphantsi konxinzelelo, njengoko iimvula ezinkulu kunye nezikhukhula zithe zathwaxa iindawo ezininzi kweli kutsha nje, nento ethe yabhenca umgangatho weendlela, ibhulorho kunye nezakhiwo zeli. Nanjengoko ingxaki yokuguquguquka kwesimo sezulu iye isanda, nemibuzo iyanda ngokuba elilizwe likulungele kusini na ukumelana neemeko zemozulu ezimbi. Ingaba kukho ukunqongophala kwezakhono zobugcisa, okanye ingxaki yotyalo mali ngakwi ziseko ezingundoqo? Ukufumana ezinye iimpendulo, emnxebeni uAmanda Xhala ubambe ophuma kwiziko mfundo iUCT, uGqirha Obiora Nnene...
Embed this episode
NOW PLAYING
TRUNEWS @6 - State of South Africa's road and infrastructure to withstand changing weather conditions/climate change
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.