EPISODE · Aug 4, 2026 · 6 MIN
TRUNEWS @6 - The Gqeberha High Court has ordered the NMB municipality to reinstate the previous electricity tariff structure for domestic consumers
from trufm Current Affairs · host SABC News
Inkundla ephakamileyo yaseGqeberha iyalele umasipala ombaxa iNelson Mandela Bay eMpuma Koloni, ukuba ubuyisele uhlobo ebiqulunkqwe ngayo ngaphambili irhafu yombane, kutshintsho oluqale ngomhla wokuqala kuJuly, emva kokusiwa enkundleni ngumbutho weDA. Lo masipala ukwayalelwe ukuba ufumane imvume kwicandelo iNational Energy Regulator of South Africa zingaphelanga iintsuku ezingamashumi amathathu ukuze kwenziwe uhlengahlengiso kubume berhafu yombane. Ukuva banzi ngentsusa yoku, Amanda Xhala spoke to SABC reporter, Kim Daniels...
Embed this episode
Ready to play
TRUNEWS @6 - The Gqeberha High Court has ordered the NMB municipality to reinstate the previous electricity tariff structure for domestic consumers
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.