TRUNEWS @6 - TWO POT episode artwork

EPISODE · Dec 11, 2024 · 4 MIN

TRUNEWS @6 - TWO POT

from trufm Current Affairs · host SABC News

Igunya-bantu lecandelo elijongene nendlela yokuphatha imali, iFinancial Sector Conduct Authorithy, liveze ukuba phantse ibe ngabaqeshi abayi Seven-thousand 770 abasileleyo ukuhlawula ingxenye yabo kwingxowa-mali yomhlala phantsi susela kweyoMnga kunyaka ophelileyo. Oku kulandela ukuziswa kwenkqubo ye two pot kwinyanga yoMsintsi. Le nkqubo yenziwe ngokuthi kwenziwe iinguqu kumthetho  ojongene nerhafu. Ivumela abasebenzi ukuba babenako ukucuntsula kwingxowa yabo yomhlala phantsi bengakhange babe kanti bayalahla emsebenzini. Nangona kunjalo, emva kokuqala kwale nkqubo, kuvele ukuba abanye abaqeshi abakhange baziphathe kakuhle njengokuba besilele ukuhlawula ingxowa-mali yomhlala phantsi njengengxenye yabasebenzi babo. Le ndlela yokuziphatha itenxileyo ishiye abasebenzi abangamawaka abafake izicelo besengxakini. UAbongwe Kobokana usenzele le ngxelo...

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Dec 11, 2024

Embed this episode

NOW PLAYING

TRUNEWS @6 - TWO POT

0:00 4:31

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 4 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on December 11, 2024.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!