EPISODE · Jun 25, 2026 · 8 MIN
TRUNEWS @6 - Why do pupils opt for Mathematical Literacy over pure Mathematics?
from trufm Current Affairs · host SABC News
Kunyaka ka-2023 ngumyinge ka-33 percent wabafundi abenza ibanga leshumi abaachophela iimviwo zephepha lezibalo, ngethuba bebalelwa ku-66% abafundi kweli abenza iMathematical Literacy. Kukho inkxalabo ngokuba abafundi xa befika kwibakala le-Further Education and Training phase okanye amabanga aphakathi kuka-Grade 10 no-Grade 12, baye bakhethe ukwenza i-Pure Mathematics kune Mathematical Literacy? Yintoni ebangela oku kwaye ikhona into esi s'khwa s'lima kwesi sigqibo? Emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe ophuma kwiSebe lemfundo esisiseko noyingcali kwizifundo zezibalo, uSeliki Tlabane…
Embed this episode
NOW PLAYING
TRUNEWS @6 - Why do pupils opt for Mathematical Literacy over pure Mathematics?
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.