EPISODE · Jul 15, 2026 · 8 MIN
TRUNEWS@6-Momentum Group Foundation aims to equip 500 young people across five provinces
from trufm Current Affairs · host SABC News
Kulemihla, ukuba nebanga leshumi, imfundo enomsila ayisosiqinisekiso sokuba ungawufumana umsebenzi. Uninzi labantu abatsha bazibona bengakwazi ukugqobhozela bangene emisebenzini. Ezinye zezinto ezikhankanywayo njengonobangela kukungabi nazakhono zokwenza lomsebenzi okanye amava omsebenzi. IMomentum Group Foundation ikwiphulo lokuzama ukuvala lomsantsa. Bazakutyelela amaphondo aliqela befundisa uluntu ngabanokwenza ukuze bakwazi ukungena emisebenzini. Amanda Xhala spoke with the CSI manager at Momentum Group Foundation, Tshego Bokaba.
Embed this episode
NOW PLAYING
TRUNEWS@6-Momentum Group Foundation aims to equip 500 young people across five provinces
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.