TRUNEWS@6 SAHRC on public submissions for access to renal dialysis services in the EC episode artwork

EPISODE · Jul 20, 2026 · 8 MIN

TRUNEWS@6 SAHRC on public submissions for access to renal dialysis services in the EC

from trufm Current Affairs · host SABC News

Ikomishoni yamalungelo oluntu kwiMpuma Koloni ithi ifumene izikhalazo ezibonisa ukuba abantu abadinga unyango lwe-dialysis abakwazi ukufikelela kule nkonzo kwizibhedlele zikarhulumente zeli phondo. Le komishoni ithi ezi zityholo zixhomisa amehlo, ziyaxhalabisa, kwaye zinyhasha ilungelo lomntu lobomi, isidima, nelekufikelela kwinkonzo yokhathalelo lwezempilo.  Kuloko ke le komishoni igqibe kwelokuba ikhwebe inkqubo yokuphulaphula izimvo zoluntu, neza kugxila ekufikeleleni kwiinkonzo ze-dialyis kumaziko empilo karhulumente kweli phondo. Amanda Xhala ubambe udliwano ndlebe ne-Advocacy Officer ejongene namalungelo oluntu kule komishoni kwiphondo, uNelson Kesa...

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Jul 20, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

TRUNEWS@6 SAHRC on public submissions for access to renal dialysis services in the EC

0:00 8:20

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 8 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on July 20, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!