USA vs VENEZUALA episode artwork

EPISODE · Jan 5, 2026 · 12 MIN

USA vs VENEZUALA

from trufm Current Affairs · host SABC News

Kulindeleke avele enkundleni eNew York eMelika namhlanje umongameli waseVenezuala, uNicolas Maduro, emva kokubanjwa ngumkhosi waseMelika. NgoLwesihlanu kuye kwahlaselwa ikomkhulu laseVenezuala nalapho abanjwe khona uMaduro nenkosikazi yakhe uCelia Flores. Bajamelene namatyala okushishina ngeziyobisi nezixhobo. Sele kulithuba ubudlelane beMelika neVenezuala bungebuhlanga. Ilizwe loMzantsi Afrika liye lamemelela ukubanjwa kwentlanganiso ekhawulezileyo yi-United Nations Security Council ngelithi ilizwe laseMelika linyhashe isibhambathiso samazwe ayinxalenye yeUnited Nations.  UAyabonga Kekana uncokole nengcali yemiba yamazwe angaphandle ugqirha Mkhuseli Vimba. 

Episode metadata supplied by the publisher feed · Published Jan 5, 2026

Embed this episode

NOW PLAYING

USA vs VENEZUALA

0:00 12:06

No transcript for this episode yet

We transcribe on demand. Request one and we'll notify you when it's ready — usually under 10 minutes.

No similar episodes found.

No similar podcasts found.

Frequently Asked Questions

How long is this episode of trufm Current Affairs?

This episode is 12 minutes long.

When was this trufm Current Affairs episode published?

This episode was published on January 5, 2026.

Can I download this trufm Current Affairs episode?

Yes. Use the download control on the episode player to save the publisher-provided media file.
URL copied to clipboard!