EPISODE · May 30, 2026 · 9 MIN
WORLD SCLEROSIS DAY
from trufm Current Affairs · host SABC News
Thousands of South Africans Living with Multiple Sclerosis Still Face Delays in Diagnosis, Support and Care. . Ngamawakawaka abantu abaphila nesi sifo eMzantsi Afrika, nabasajongene nolibaziseko ekufunyanisweni kwaso, ukufumana inkxaso nenkathalo. Esi sesinye sezifo ezinganyangekiyo (chronic), kodwa uninzi olunalwazi ngaso, kwaye sisifo esingaqondwa ncam kweli lizwe. Kungoko abezempilo, amatsha-ntliziyo kwanabo baphila nesi sifo bememelela ekubeni kwenziwe iphulo lokuxhobisa, ukufunyaniswa kwangethuba kwaso (early diagnosis) kwakunye neenkqubo zexesha elide zokunika inkxaso kwabo bachaphazelekayo. To equip ourselves about this chronic illness, on the line we are joined by Clinton Rambanapasi from Roche Medical Partner for Neuroscience
Embed this episode
NOW PLAYING
WORLD SCLEROSIS DAY
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.