EPISODE · May 31, 2023 · 14 MIN
Zanele Ntsila
from iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni · host Umhlobo Wenene FM
Ziya zisanda iziganeko zokubhubha kwabantu ngenxa yesifo somhlaza (cancer). Oku kukhutshwe kwingxelo ye-National Cancer Registry of the Department of Health, kunye ne-Stats SA, echaza unobangela wokubhubha kwabantu. Le ngxelo ichaza ngenani labantu abafunyenwe sisifo somhlaza, kunye nenani labo babhubhe ngenxa yayo. Olu phando, lufumanise ukuba abantu abantsundu ngabona banenani eliphezulu, kubantu abasweleke ngenxa yesifo somhlaza. Ukuncokola ngokunabileyo ngalomba, masamkele emnxebeni u-Zanele Mfile ophuma e-Childhood Cancer Foundation (CHOC)
Embed this episode
Ready to play
Zanele Ntsila
No transcript for this episode yet
Similar Episodes
No similar episodes found.
Similar Podcasts
No similar podcasts found.